Indawo Yokuhlala eBakubung Bush Lodge

Indawo iBakubung Bush Lodge inikeza iindwendwe indawo ehlalisa kamnandi eSun City kwindawo enomzi wezilwanyana kwihlathi i-African bush.

Likumamndla ongenaso isifo sika malaeveva iPilanesberg National Park, ukuhlala eBakubung Bush Lodge izakusondeza kwindalo kunye ne Sun City.

Indawo othi uhlale kuyo kwindlu yakho esehlathini ekufuphi ne Sun City yenye yama gumbi anebhedi ezinkulu ezimbini okanye ezinkulu kakhulu kwaye onokuthi ukufumane kuzo kuquka ishawa, umoya opholileyo ofakelwayo, imfono-mfono, indawo yokwenza iti ne kofu, umabonakude obonisa imibala onezikhululo ezongeziweyo, indawo yoku plaga umatshini wokucheba, kunye nobuchwephesha be intanethi.

Izixhobo kunye nee Nkonzo

  • Inkundla/Ibala lokudlala ivolibholi
  • Ipuli yokuqubha
  • Indawo yokutya nethengisa iziselo
  • Indawo yokusebenzisa intanethi
  • Iindawo yokubambela inkomfa eyonela abantu abangama 120
  • Indawo yokusebenzisa intanethi emahala
  • Ubuhlathi/Boma
  • Izibane ezimbini ezinkulu ezikhanyise kumabala wentenetya

Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel