Indawo Yezilwanyana ekufuphi eSun City ese Black Rhino Game Lodge

Indawo iBlack Rhino Game Lodge ikufuphi nezilwanyana ezininzi zasendle- ukusuka kwizilwanyana ezitya ezinye, ukuya kwizinambuzane zezilwanyana. Xa unqwenela ukuphuma ehlathini, landela indlela esehlathini singisa kwi kumkani base Afrika obukwantliziyo ndise- iSun City.

Xa undwendwela kumahlathi eli, abantu alindela ukubona iingonyama, iindlovu kunye ne kudu. Konke oku kuyafumaneka ePilanesberg okuninzi kwindawo yezilwanyana ekufuphi eSun City. Qhuba usingise kubumnandi ngoku thi ukhwele enye yezithuthi ezizulayo uyobuka izilwanyana phakathi ePilanesberg National Park okanye kwi Black Rhino Reserve.

Shiya izithuthi uthabathise ngenyawo zakho unyathele umhlaba wase Afrika ngendlela ekhethekileyo apha e-Afrika...inyawo zakho. Kukho iqela labakhokheli abaqeqeshiweyo ukuze banikhaphe niliqela labo babuka indawo nithabathe uhambo olufundisayo kwindawo yezilwanyana.

Indawo yase Sun City inoluhlu olude lwendlela zokuzonwabisa. Abadlali begolufa bangasingisa kumabala aluhlaza ase Sun City okudlala igolufa ngexesha abantwana besonwabele imidlalo emininzi yamanzi kwindawo iValley of the Waves.

Onokuthi ukwenze

Ukuhamba ngesithuthi ubuka izilwanyana
Uhambo ngenyawo olunemfundiso
Ukubukela iintaka
Uhambo olusingisa eSun City

Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel