Indawo Efumaneka kuyo iSun City Soho Hotel, ese Sun City Resort

Indawo iSun City Resort ikumandla we Pilanesberg ese Mzantsi Afrika, kwiphondo lase North West.

Iphakathi kwehlathi lase Pilanesberg, indawo eyikumkani yolonwabo e- Afrika ilindele wena undwendwele ukuze ikwamkele eSun City Soho Hotel. Phezulu kwentaba nenduli eziluhlaza, ijikelezwe sisangqa seentaba eziyikhuselayo, zimbalwa indawo zokuphumla nolonwabo ezinokufaniswa nalendawo ikhetheke kangaka. Ihotele iSun City ayikho kude kwindawo yolonwabo besixeko sase Goli ese Rhawutini.

Indlela esuka e-O.R Tambo International Airport

Singisa ngase mazantsi kwi O.R Tambo Airport Rd hlala ngase khohlo kwindawo engunxantathu ukuze uqhubeke kwindawo epumayo exit 46, landela imibhalo yendlela ukuya ku R21N/City Center/Kempton Park/Pretoria ungene R21 indlela eyitonela kwelinye icala uphume ku exit 134 ku N1 N ukuya ngase Polokwane uphide udibane nendlela eyitonela kwelinye icala ngena ku N1 kwindlela enetonela uphume ku exit 156 ku N4 ukuya ngase Rustenberg kwi ndlela netonela, Qhubeka ku N4 kwindlela enetonela kwelinye icala uphume xa ujonge ku R556 jika ngase kunene ku R556 jika ekunene, indawo ondwendwela kuyo izakuba ngase kunene.

GPS Coordinates

25°20'49.8"S
27°06'00.8"E

Sun City Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
  • Customer Support
  • Tel: +27 21 424 1037
  • Fax: +27 21 424 1036
  • Contact by Mail
  • Business Hours
  • Mon - Fri. 08:00 - 17:00
  • Saturday. 08:00 - 12:00
©2020 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel