Indawo Zokupotozwa (Spa) eSun City Resort

Iindwendwe zinga zonwabisa ngokuthi zifumane ukupotozwa eSun City Spa. Phola upotozwa ngonyango lwamanzi okanye uzonwabise ngokuthi uvoca vocwe umziba (massage).

Iinkonzo zoku Zilolonga kunye ne Sun City Spa

Kwindwendwe ezifuna ukuzonwabisa, iSun City Resort indendawo yokupotozwa yodidi oluphezulu efumaneka kwi Gary Player Country Club. Lendawo ke inetlobo ezohlukileyo zesintu zokolula umzimba ukususela kwezamanzi (hydrotherapy) efana ne ‘Vichy shower’ ukuya kwi masaji kunye nokuzenza mhle. Ezinye ke zendawo ziquka indawo yokuzilolonga kunye ne puli ku negumbi elinomophu elibilisayo nendawo yokulungisa iinwele.

Okufumanayo Kuquka

  • Hydrotherapy
  • Vichy shower
  • Imasaji
  • Unonophelo lwenzipho zenyawo
  • Unonophelo lwenzipho zezandla
  • Unonophelo lwesikhumba

I-Royal Salon

I-Royal Salon ikumgangatho wesibini kwi bhotwe elise Lost City Hotel. Apha iindwendwe zingazonwabisa ngokuthi zifumane uhoyo liqela labo baziwayo ngoko msebenzi wabo kwaye bazi okwenzeka kwilizwe jikelele ngomsebenzi wabo nokutsha okufikayo. Le salon inalo unonophelo lwenzipho zenyawo, zezandla kunye nohoyo lobuso. Le Salon iyakwazi ukulungiselela imasaji ePalace Pool Deck okanye kwigumbi lakho.
Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel