Indawo Yokuhlala eTshukudu Bush Lodge

Indawo iTshukudu Bush Lodge inikeza indawo yokuhlala ephakathi kwezilwanyana eSun City kwizindlu ezizi khotheji ezintandathu (6) ezintle, zingqungwe zintaba ezirhabaxa zase Pilanesberg National Park.

Indawo iTshukudu Lodge inikeza iindwendwe indawo yokuhlala ekudidi oluphezulu ese Sun City, phakathi kwezilwanyana enamagumbi amahle amathandathu (6) azimeleyo. Gumbi ngalinye ke apha kulendawo yokuhlala ese Pilanesberg line bhalkhoni yalo apho ungakwazi khona ukubona izilwanyana zasendle. Gqibezela usuku lwakho uzipholele kwibhafu enemihombiso yeli le Afrika, ujongele ezantsi iindlela.

Gumbi ngalinye lekhotheji lakhiwe ngendlela apho indawo yokuphumla evulekileyo egqityezelwe ngendawo yokubasa umlilo. Lendawo yokuhlala eSun City nesikhenkcezisi esincinci esifakelweyo esigcweleyo, kukhona neencwadi ezinemvelaphi yeentaka xa ufuna ukubhala okokuba ulwazi ulufumane phi.

Sun City Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
  • Customer Support
  • Tel: +27 21 424 1037
  • Fax: +27 21 424 1036
  • Contact by Mail
  • Business Hours
  • Mon - Fri. 08:00 - 17:00
  • Saturday. 08:00 - 12:00
©2020 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel