Indawo Efumaneka kuyo iBlack Rhino Game Lodge, ePilanesberg National Park

Ikude ngemigama engama 33km xa usuka kwindawo yokutyelela iSun City Resort kunye nokuqhuba umgama omfutshane ongama 150km xa usuka eJohanesburg, indawo iBlack Rhino Game Lodge inikeza indawo yokuphumla phakathi kwehlathi, kodwa ehlalisa kamnandi.

Xa uhamba nge Nqwelo-Moya

Thabatha inqwelo moya esingisa eLanseria okanye e-OR Tambo International Airport

Xa uhamba ngendlela

Hamba kwindlela u-N4 uphinde uthabathe indlela R510 ngase kunene eya eSun City. Kwakumasango amakhulu ase Sun City qhubeka uhambe kwindlela esingisa eRustenburg umgama phantse oyi 4km kwindlela R565. Kwindawo enendawo ebhalwe ukuba yima kwisitalato, jika ekunene uphinde uqhube phantse umgama ongama 30km kwindlela iMadikwe apho uzakuthi ufumane khona indawo yokungena eBlack Rhino Game Reserve ngasekunene kuwe. Yindlela eyenziwe ngamatye alemihla ukuyokungena ngakwindawo ekungenwa kuyo.
Thabatha indela u-N4 ephezulu ukuya eSun City- lendlela ikhokhelela ku R565. Uzakuyidlula iSun City ngasekunene. Hamba usingise kwindlela ezine ezikunyanzela okokuba ume kuzo ujike ekunene kwindlela R565. Hamba kulendlela ingu R565 phantse umgana ongama 28km. indawo iBlack Rhino Game Lodge izakuba ngase kunene kuwe.

I-GPS Co-ordinates

S25° 10. 910’
E26° 57.320’

Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel