Indawo Yokuhlala eManyane Resort

Kwindawo enezilwanyana ekufuphi eSun City, iManyane Resort inentlobo zokutya okwenziweyo uyakwazi nokuzenzela kwindawo ohleli kuyo kwi chalets ukuya kwintente kulendawo.

I-Manyane Resort inikeza ichalets ezinezixhobo zokuziphekela ezinekamere enye okanye zimbini, ikamere ezinendawo yokuhlamba, ukuhlala kwintente, iikaravan nenkampi. Lendawo yokuhlala inezilwanyana ikufuphi eSun City inepuli yokuhlamba nendawo yokudlala abantwana.

I-Chalets, amagumbi amancinane kunye neentente ezibekwa ngaphandle ziyafumaneka kwi B&B (indawo yokulala enikeza isidlo sakusasa) okanye i-D/B&B. iManyane Resort inevenkile apho iindwendwe zingathenga ezikudingayo kwemihla ngemihla. Lendawo yokuhlala ephakathi kwezilwanyana ekufuphi eSun City inezintlobo zilandelayo zendawo zokuhlala.

Iinkonzo onokuzisebenzisa

  • Ipuli yokuqubha (ayikho ngoku ngenxa yomsebenzi wokulungisa indawo)
  • Indawo yokutyela
  • Ukuhamba ngesithuthi nokwenza okonwabisayo
  • Ibala lokudlala abantwana
  • Indawo yokubamba inkomfa
  • Indawo yangasese
  • Ivenkilana encinci eseyadini
  • Indawo yokoja inyama

Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel