Indawo Yokuhlala eBakgatla Resort

Ezinyaweni zenduli zase Garamoga, lendawo yokuhlala incinci inezilwanyana ekufuphi eSun City inendawo ezintle ezilungele abatyeleli abo bathi bahlale baphekelwe okanye abo bakhetha ukuziphekela.

Lendawo iBakgatla Resort inezindlu zakudala zokuhlala apho abatyeleli bakwaziyo ukuziphekela kwizindlu zabo ezenziwe ngamaplanga (chalets), iintente ezinkulu kunye nee nkampi ekuhlalwa kuzo. Konke oku kuquka iindawo ezithengisa ukutya onokuhlala phantsi utye kuzo, ibala lokudlala, kunye ne puli yokuqubha kulendawo yokuhlala inomzi wezilwanyana ikufuphi eSun City.

Kwindwendwe ezithi ziziphekele ezindawo zokuhlala zinomtsalane kwaye bangaziphekela, zikufuphi eSun City zine khitshi lazo kunye nendawo zokoja inyama ikhona nevenkile ethengisa nezinye izinto. Lendawo yokuhlala inkulu inentente kufumaneka kuyo indawo yokulala apho kusasa ukwaziyo ukudla ne brakfesi okanye idinala. Lendawo yokuhlala inomzi wezilwanyana ekufuphi eSun City inoku kulandelayo:

Izixhobo Ezifumanekayo

Ipuli
Amabala okudlala
Izindlu zangasese ezime esiphakathini kulendawo
Indawo yokutyelela iManyane Resort- Izixhobo onokuzisebenzisa
Ivenkile ethengisa ukutya, uze uhlale utyele khona
Ivenkilana encinci efumaneka kwiyadi

Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel