Ukufumana ibhotwe lase Lost City, ese Sun City Resort

Ibhotwe elise Sun City lingqungwe ngama 25 we hektare wegadi yezityalo kwaye inezityao ezingapha kwezigidi 1 600 000 wezityalo, imithi kunye namahlahla.

Ibhotwe elise Lost City ese Sun City liphakathi kuburhabaxa bomandla we Pilanesberg kwiphondo lase North West lase Mzantsi Afrika. Lingqungwe zintaba kunye nobungangamsha behlathikazi lase Afrika, kwaye kumgama nje omfutshane ePilanesberg National Park apho iindlovu, imikhombe, iingonyama, uhlobo lwebhokhwe i-antelope, zonke zizihambela ngokukhululekileyo kwindawo yazo yokuhlala.

Indlela esuka e-OR Tambo International Airport ese Johannesburg

Jonga ngase mazantsi kwindlela i-OR Tambo Airport Rd
Gcina indlela engase khohlo engunxantathu ukuze uqhubeke ukuphuma ku exit 46, landela imibhalo ukufika ku R21 N/City Center/Kempton Park/Pretoria udibane ku R21
Indlela eyitonela kwelinye icala
Thabatha indlela ephumayo exit 134 ukufumana u N1 N oya ngase Polokwane
Indlela eyitonela kwelinye icala
Ngena ku N1
Indlela ye tonela
Thabatha indlela ephumayo exit 156 ukuya ku N4 ngase Rustenberg
Indlela enetonela
Qhubeka ku N4
Indlela eyitonela kwelinye icala
Phuma xa usondele ku R556
Jika ngase kunene ku R556
Jika ekunene
Indawo osingise kuyo iyakuba ngase kunene kuwe

Indlela nge GPS Coordinates

S 25° 20’ 54.9666”
E 27° 5’ 58.8012”

Sun City Resorts and nearby Hotels : Sun City Accommodation : South Africa Hotels
©2024 Siyabona Africa (Pty)Ltd - Private Travel